

Bongeka's email address and phone number have been validated.
Bongeka
- Rate Ksh. 954
- Response 1h
-
Students1
Number of students Bongeka has accompanied since arriving at Superprof
Number of students Bongeka has accompanied since arriving at Superprof

Ksh. 954/hr
1st lesson free
Ndingu Mxhosa, ndiyathanda kakhulu ukuthetha isiXhosa kwaye ndingathanda ukufundisa nabanye abantu, ukuze basazi ngokubanzi isiXhosa.
Lesson location
- Online
About Bongeka
Ndinomdla omkhulu wokufundisa isiXhosa kuba ndiyazingca ngaso kwaye ndingathanda ukuba nabanye abantu basazi. Ewe kona ndisengu mfundi kodwa ndiyathembisa ukuba akusokuze uzisole. Ndikhule ndikwayiyo nembongi yesi Xhosa. Ngoko ke isiXhosa sisegazini kum. Kwane siphiwo sokufundisa ndinaso. Ndinomonde, ndiyakwazi ukumcacisela ngenyameko umntu ade ayazi ngoku qinisekileyo into ebefuna lwazi lwayo.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Kungenzeka ukuba mhlawumbi ndingacacisi pheleleyo, kodwa ndingumfundi webanga eliphakamileyo, osaqeqeshelwa ukuba abengu Tishalakazi wesiXhosa. Kungako ndifuna ukuqalisa kwangoku apha ukufundisa ngaso isixhosa. Kwaye ndiyathembisa ukuba akusokuze uzisole, kunoko uzakubona umehluko omkhulu ngokuthi uthathe ixesha lakho elincinane ufunde kunye nam. Enkosi.
Rates
Rate
- Ksh. 954
Pack prices
- 5h: Ksh. 4770
- 10h: Ksh. 9540
free lessons
The first free lesson with Bongeka will allow you to get to know each other and clearly specify your needs for your next lessons.
- 1hr
online
- Ksh. 954/h
Similar teachers in Cape Town
Victoria
Nairobi & Online
- Ksh. 1,000/h
- 1st lesson free
Wanjala
Kitale & Online
- Ksh. 500/h
- 1st lesson free
Emmanuel
Eldoret & Online
- Ksh. 1,500/h
- 1st lesson free
ISAIAH
Nairobi & Online
- Ksh. 1,500/h
- 1st lesson free
Michael
Kisumu & Online
- Ksh. 1,750/h
- 1st lesson free
Gladys
Kitui & Online
- Ksh. 500/h
- 1st lesson free
Sebit
Nairobi & Online
- Ksh. 2,500/h
- 1st lesson free
John
Kisumu & Online
- Ksh. 1,000/h
- 1st lesson free
Sir James
Nairobi & Online
- Ksh. 2,000/h
- 1st lesson free
Elvis
Kitui & Online
- Ksh. 1,299/h
- 1st lesson free
Jojo
Mombasa & Online
- Ksh. 1,290/h
- 1st lesson free
Rophin
Ongata Rongai & Online
- Ksh. 2,000/h
- 1st lesson free
Emilly
Pridelands & Online
- Ksh. 500/h
- 1st lesson free
Prof Shitanda
Nairobi & Online
- Ksh. 450/h
- 1st lesson free
JOSEPHINE
Nairobi & Online
- Ksh. 500/h
- 1st lesson free
Karanja
Kahawa Sukari & Online
- Ksh. 2,500/h
- 1st lesson free
Eunice
Nairobi & Online
- Ksh. 500/h
- 1st lesson free
Young
Nairobi & Online
- Ksh. 700/h
- 1st lesson free
Purvi
Nakuru & Online
- Ksh. 1,500/h
- 1st lesson free
Nart Murat
New York, United States & Online
- Ksh. 7,779/h
- 1st lesson free
-
See tutors
